2 Kronike 36:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wavukela+ uKumkani uNebhukadenetsare, owayemfungise ngoThixo;+ waqhubeka eyenza lukhuni+ intamo yakhe wayenza lukhuni+ intliziyo yakhe kangangokuba akazange abuyele kuYehova uTHIXO kaSirayeli. Hezekile 17:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngapha koko, wathabatha enye yeembewu zasebukhosini+ waza wenza umnqophiso nayo kwakunye nesifungo;+ yaye wathabatha amadoda abalaseleyo elizwe,+
13 Wavukela+ uKumkani uNebhukadenetsare, owayemfungise ngoThixo;+ waqhubeka eyenza lukhuni+ intamo yakhe wayenza lukhuni+ intliziyo yakhe kangangokuba akazange abuyele kuYehova uTHIXO kaSirayeli.
13 Ngapha koko, wathabatha enye yeembewu zasebukhosini+ waza wenza umnqophiso nayo kwakunye nesifungo;+ yaye wathabatha amadoda abalaseleyo elizwe,+