2 Kumkani 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngaphezu koko, ukumkani waseBhabhiloni+ wenza uMataniya uyisekazi+ ukumkani esikhundleni sakhe. Waza walitshintsha igama lakhe languZedekiya.+ Yeremiya 37:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 UKumkani uZedekiya+ unyana kaYosiya+ walawula esikhundleni sikaKoniya+ unyana kaYehoyakim,+ lowo uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni wamenza ukumkani kwilizwe lakwaYuda.+
17 Ngaphezu koko, ukumkani waseBhabhiloni+ wenza uMataniya uyisekazi+ ukumkani esikhundleni sakhe. Waza walitshintsha igama lakhe languZedekiya.+
37 UKumkani uZedekiya+ unyana kaYosiya+ walawula esikhundleni sikaKoniya+ unyana kaYehoyakim,+ lowo uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni wamenza ukumkani kwilizwe lakwaYuda.+