IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 17:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngoko bafanele bangabi sayibingelela imibingelelo yabo kwiidemon ezimilise okweebhokhwe+ ababa neentlobano zokuziphatha okubi kunye nazo.+ Lo iya kuba ngummiselo wexesha elingenammiselo kuni, ezizukulwaneni zenu.”’

  • Duteronomi 29:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Nazibona izinto zazo ezilizothe nezithixo zazo ezinezothe,+ ezazenziwe ngomthi nangelitye, nangesilivere negolide;)

  • Yoshuwa 24:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Yaye ngoku yoyikani uYehova+ nize nimkhonze ngokungenasiphoso nangenyaniso,+ nize nisuse oothixo ababekhonzwa ngookhokho benu ngaphesheya koMlambo naseYiputa,+ yaye nikhonze uYehova.

  • Hezekile 20:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “‘“Baqala ke bona ukundivukela,+ yaye abazange bavume ukundiphulaphula. Izinto ezilizothe zamehlo abo abazange bazilahle, nezithixo ezinezothe zaseYiputa abazange bazishiye,+ kangangokuba ndathembisa ukuphalazela kubo ubushushu bam, ukuze ndiwuphelelise kubo umsindo wam phakathi kwelizwe laseYiputa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share