IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 19:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “‘Uze ungamthiyi umzalwana wakho entliziyweni yakho.+ Kunoko ufanele usohlwaye isinxulumani sakho,+ ukuze ungazithwalisi isono ngenxa yaso.

  • Hezekile 33:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “‘Ngokubhekisele kumlindi ke, ukuba uthi alibone lisiza ikrele aze okunene angasivutheli isigodlo+ nabantu bangafumani silumkiso lize lifike ikrele lisuse umphefumlo wabo, umele ususwe wona ngenxa yesiphoso sawo,+ kodwa igazi lawo ndiya kulibiza esandleni somlindi lowo.’+

  • Hebhere 13:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Bathobeleni abo bakhokelayo phakathi kwenu+ nize nibalulamele,+ kuba bahlala beyilindile imiphefumlo yenu njengabo baya kuphendula;+ ukuze bakwenze oku ngovuyo kungekhona ngokuncwina, kuba oko kungenza umonakalo kuni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share