IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 42:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ngoko uRubhen wabaphendula, esithi: “Anditshongo na kuni ukuthi, ‘Musani ukumona umfana,’ kodwa anaphulaphula?+ Yabonani ke, liyabizwa ngokuqinisekileyo ke ngoku igazi lakhe.”+

  • Hezekile 3:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ndakuthi kongendawo, ‘Ngokuqinisekileyo uya kufa,’+ uze wena okunene ungamlumkisi, uthethe ukuze ulumkise ongendawo endleleni yakhe engendawo ukuze ahlale ephila,+ ekubeni engendawo, uya kufa ngenxa yesiphoso sakhe,+ kodwa igazi lakhe ndiya kulibiza esandleni sakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share