IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 7:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ndifefe umandlalo wam ngemore, ngekhala nangesinamon.+

  • Yeremiya 44:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 kodwa ngokuqinisekileyo siya kuwenza onke amazwi aphumileyo emlonyeni wethu,+ ukuze siqhumisele ‘ukumkanikazi wamazulu’+ umbingelelo nokuze simthululele iminikelo ethululwayo,+ kanye njengoko thina,+ nookhokho bethu,+ nookumkani bethu,+ neenkosana zethu senjenjalo kwizixeko zakwaYuda nakwizitrato zaseYerusalem, xa sasidla ngokwanela sisonka, sihleli kakuhle, yaye asizange sibone nayiphi na intlekele konke konke.+

  • Hezekile 16:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Wathabatha izambatho zakho ezilukiweyo, wazigubungela; neoli yam nesiqhumiso sam+ wazibeka phambi kwazo.

  • Hoseya 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kodwa yena akaqondanga+ ukuba wakunikwa ndim ukudla okuziinkozo+ newayini enencasa neoli, ndaza ndamenzela isilivere yaphuphuma, negolide, abasuka bayisebenzisela uBhahali.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share