Eksodus 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wayithabatha igolide ezandleni zabo, waza ngayo+ wenza umfanekiso otyhidiweyo wethole lenkomo ngesixhobo sokukrola.+ Baza bathi: “Nanko uThixo wakho, Sirayeli, okukhuphileyo ezweni laseYiputa.”+ ABagwebi 17:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko wayibuyisela isilivere kunina, kwaye unina wathabatha amaqhosha esilivere angamakhulu amabini waza wawanika umkhandi wesilivere.+ Yaye wenza umfanekiso oqingqiweyo+ nomfanekiso otyhidiweyo;+ kwaye waba sendlwini kaMika. Isaya 46:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kukho abo bakhupha into eninzi yegolide enxilini, baze ngentonga yesikali balinganise isilivere. Baqesha umnyibilikisi, enze uthixo ngayo.+ Bayaqubuda, ewe, bathoba phantsi.+ Hoseya 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yena ngokwakhe umise ookumkani,+ kodwa bengaveli kum. Umisele iinkosana, kodwa andikwazanga oko. Ngesilivere yakhe nangegolide yakhe uzenzele izithixo,+ ukuze zinqunyulwe.+ Hoseya 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ke kaloku wenza isono esongezelelekileyo ngomfanekiso otyhidiweyo ngeesilivere zakhe,+ izithixo ngokuqonda kwakhe,+ nomsebenzi wengcibi, wonke.+ Wathi kubo, ‘Abantu ababingelelayo mabawange amathole.’+
4 Wayithabatha igolide ezandleni zabo, waza ngayo+ wenza umfanekiso otyhidiweyo wethole lenkomo ngesixhobo sokukrola.+ Baza bathi: “Nanko uThixo wakho, Sirayeli, okukhuphileyo ezweni laseYiputa.”+
4 Ngoko wayibuyisela isilivere kunina, kwaye unina wathabatha amaqhosha esilivere angamakhulu amabini waza wawanika umkhandi wesilivere.+ Yaye wenza umfanekiso oqingqiweyo+ nomfanekiso otyhidiweyo;+ kwaye waba sendlwini kaMika.
6 Kukho abo bakhupha into eninzi yegolide enxilini, baze ngentonga yesikali balinganise isilivere. Baqesha umnyibilikisi, enze uthixo ngayo.+ Bayaqubuda, ewe, bathoba phantsi.+
4 Yena ngokwakhe umise ookumkani,+ kodwa bengaveli kum. Umisele iinkosana, kodwa andikwazanga oko. Ngesilivere yakhe nangegolide yakhe uzenzele izithixo,+ ukuze zinqunyulwe.+
2 Ke kaloku wenza isono esongezelelekileyo ngomfanekiso otyhidiweyo ngeesilivere zakhe,+ izithixo ngokuqonda kwakhe,+ nomsebenzi wengcibi, wonke.+ Wathi kubo, ‘Abantu ababingelelayo mabawange amathole.’+