1 Kumkani 21:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Ngaba ubulele+ waza wathabatha?”’+ Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Endaweni+ ezixhaphele kuyo izinja igazi likaNabhoti, ziya kulixhaphela khona izinja igazi lakho, wena lo.”’”+ Yeremiya 2:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Emibhinqweni yakho kufunyenwe amabala egazi lemiphefumlo+ yamahlwempu amsulwa.+ Andiwafumananga kwisenzo sokuqhekeza, kodwa akuyo yonke le.+
19 Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Ngaba ubulele+ waza wathabatha?”’+ Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Endaweni+ ezixhaphele kuyo izinja igazi likaNabhoti, ziya kulixhaphela khona izinja igazi lakho, wena lo.”’”+
34 Emibhinqweni yakho kufunyenwe amabala egazi lemiphefumlo+ yamahlwempu amsulwa.+ Andiwafumananga kwisenzo sokuqhekeza, kodwa akuyo yonke le.+