Levitikus 17:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “‘Nawuphi na umntu koonyana bakaSirayeli okanye umphambukeli ophambukele phakathi kwenu othi ekuzingeleni kwakhe abambise inyamakazi okanye intaka edliwayo, umele aliphalaze igazi layo+ aze aligubungele ngomhlaba.+ Duteronomi 12:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ligazi kuphela eningamele nilidle.+ Ufanele uliphalazele emhlabeni njengamanzi.+ Isaya 26:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba, khangela! uYehova uyeza evela endaweni yakhe ukuze aphendulise ngesiphoso sommi welizwe nxamnye naye,+ ibe ngokuqinisekileyo ilizwe liya kulubhenca uphalazo-gazi lwalo+ kwaye aliyi kuba sabagubungela ababuleweyo balo.”+
13 “‘Nawuphi na umntu koonyana bakaSirayeli okanye umphambukeli ophambukele phakathi kwenu othi ekuzingeleni kwakhe abambise inyamakazi okanye intaka edliwayo, umele aliphalaze igazi layo+ aze aligubungele ngomhlaba.+
21 Kuba, khangela! uYehova uyeza evela endaweni yakhe ukuze aphendulise ngesiphoso sommi welizwe nxamnye naye,+ ibe ngokuqinisekileyo ilizwe liya kulubhenca uphalazo-gazi lwalo+ kwaye aliyi kuba sabagubungela ababuleweyo balo.”+