Yoweli 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 noonyana bakaYuda noonyana baseYerusalem nathengisa+ ngabo koonyana bamaGrike,+ ngenjongo yokubashenxisela kude nommandla wabo;+ Amosi 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuvukela kathathu kweTire,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokunikela kwayo iqela elipheleleyo labathinjwa kuEdom, nangenxa yokuba bengazange bawukhumbule umnqophiso wabazalwana.+
6 noonyana bakaYuda noonyana baseYerusalem nathengisa+ ngabo koonyana bamaGrike,+ ngenjongo yokubashenxisela kude nommandla wabo;+
9 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuvukela kathathu kweTire,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokunikela kwayo iqela elipheleleyo labathinjwa kuEdom, nangenxa yokuba bengazange bawukhumbule umnqophiso wabazalwana.+