Hezekile 23:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Yaye bamele bakufikele ngokugoqoza kweenqwelo zokulwa namavili,+ nangebandla lezizwana, ngekhaka elikhulu nengweletshetshe nesigcina-ntloko. Baya kuzimisa macala onke nxamnye nawe, yaye ndiza kuwunikela kubo umgwebo, bakugwebe ngezigwebo zabo.+
24 Yaye bamele bakufikele ngokugoqoza kweenqwelo zokulwa namavili,+ nangebandla lezizwana, ngekhaka elikhulu nengweletshetshe nesigcina-ntloko. Baya kuzimisa macala onke nxamnye nawe, yaye ndiza kuwunikela kubo umgwebo, bakugwebe ngezigwebo zabo.+