2 Samuweli 24:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko wathi uDavide kuGadi: “Kundibandezela kakhulu oku. Masiwele esandleni sikaYehova,+ kuba zininzi iinceba zakhe;+ kodwa mandingaweli esandleni somntu.”+ Yeremiya 39:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Umkhosi wamajoni amaKhaledi wabasukela,+ waza wamfumana uZedekiya emathafeni ayinkqantosi aseYeriko.+ Wandula ke wamthabatha wamzisa kuNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni eRibhela+ kwilizwe laseHamati+ ukuze avakalise izigwebo zakhe.+
14 Ngoko wathi uDavide kuGadi: “Kundibandezela kakhulu oku. Masiwele esandleni sikaYehova,+ kuba zininzi iinceba zakhe;+ kodwa mandingaweli esandleni somntu.”+
5 Umkhosi wamajoni amaKhaledi wabasukela,+ waza wamfumana uZedekiya emathafeni ayinkqantosi aseYeriko.+ Wandula ke wamthabatha wamzisa kuNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni eRibhela+ kwilizwe laseHamati+ ukuze avakalise izigwebo zakhe.+