2 Kumkani 17:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba wamkrazula uSirayeli endlwini kaDavide, waza wenza uYerobhoham unyana kaNebhati ukumkani; yaye uYerobhoham+ wamahlukanisa uSirayeli nokulandela uYehova, waza wamonisa ngesono esikhulu.+
21 Kuba wamkrazula uSirayeli endlwini kaDavide, waza wenza uYerobhoham unyana kaNebhati ukumkani; yaye uYerobhoham+ wamahlukanisa uSirayeli nokulandela uYehova, waza wamonisa ngesono esikhulu.+