Isaya 23:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yiba neentloni, Sidon,+ ngenxa yokuba ulwandle, igwiba lolwandle, lithe: “Andibanga nanimba, yaye andikhange ndizale, ndingakhulisanga bafana, nantombi zinyulu.”+ Yeremiya 25:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 nabo bonke ookumkani baseTire+ nabo bonke ookumkani baseSidon+ nabo bonke ookumkani besiqithi esikummandla wolwandle; Hezekile 32:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “‘Zilapho iindwalutho zasemntla, zonke, nawo onke amaSidon,+ ezithe zehla nababuleweyo, zinkwatyisa ngenxa yamandla azo, zihlazekile. Yaye ziya kulala zingalukanga kunye nabo babulewe ngekrele ibe ziya kukuthwala ukuthotywa kwazo kunye nabo behla baye emhadini.+
4 Yiba neentloni, Sidon,+ ngenxa yokuba ulwandle, igwiba lolwandle, lithe: “Andibanga nanimba, yaye andikhange ndizale, ndingakhulisanga bafana, nantombi zinyulu.”+
22 nabo bonke ookumkani baseTire+ nabo bonke ookumkani baseSidon+ nabo bonke ookumkani besiqithi esikummandla wolwandle;
30 “‘Zilapho iindwalutho zasemntla, zonke, nawo onke amaSidon,+ ezithe zehla nababuleweyo, zinkwatyisa ngenxa yamandla azo, zihlazekile. Yaye ziya kulala zingalukanga kunye nabo babulewe ngekrele ibe ziya kukuthwala ukuthotywa kwazo kunye nabo behla baye emhadini.+