30 “‘Zilapho iindwalutho zasemntla, zonke, nawo onke amaSidon,+ ezithe zehla nababuleweyo, zinkwatyisa ngenxa yamandla azo, zihlazekile. Yaye ziya kulala zingalukanga kunye nabo babulewe ngekrele ibe ziya kukuthwala ukuthotywa kwazo kunye nabo behla baye emhadini.+