Isaya 65:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngokuqinisekileyo baya kwakha izindlu baze bahlale;+ batyale izidiliya baze badle isiqhamo sazo.+ Yeremiya 31:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kanti ndiya kubuya ndikwakhe yaye okunene uya kubuya wakheke,+ ntombi inyulu kaSirayeli. Usaya kuzivathisa ngeentambula uze okunene uphumele kumngqungqo wabo bahlekayo.+
4 Kanti ndiya kubuya ndikwakhe yaye okunene uya kubuya wakheke,+ ntombi inyulu kaSirayeli. Usaya kuzivathisa ngeentambula uze okunene uphumele kumngqungqo wabo bahlekayo.+