Eksodus 15:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+ ABagwebi 11:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ekugqibeleni uYifeta weza eMizpa+ ekhayeni lakhe, kwaye, khangela! intombi yakhe yaphuma ize kumhlangabeza ibetha intambula yaye ingqungqa!+ Ke kaloku yayikuphela komntwana. Ngaphandle kwayo wayengenanyana nantombi. INdumiso 149:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Mabadumise igama lakhe ngokungqungqa.+Mabamculele uncuthu lwengoma ngentambula nohandi.+ Yeremiya 30:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngokuqinisekileyo kuya kuphuma kubo umbulelo, nesandi sabo bahlekayo.+ Kwaye ndiza kubandisa, yaye abayi kuba mbalwa;+ ndiza kubandisa ngenani, baze bangadelwa.+
20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+
34 Ekugqibeleni uYifeta weza eMizpa+ ekhayeni lakhe, kwaye, khangela! intombi yakhe yaphuma ize kumhlangabeza ibetha intambula yaye ingqungqa!+ Ke kaloku yayikuphela komntwana. Ngaphandle kwayo wayengenanyana nantombi.
19 Ngokuqinisekileyo kuya kuphuma kubo umbulelo, nesandi sabo bahlekayo.+ Kwaye ndiza kubandisa, yaye abayi kuba mbalwa;+ ndiza kubandisa ngenani, baze bangadelwa.+