2 Kumkani 4:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Kwakukho indoda eyayivela eBhahali-shalisha,+ kwaye yafika izisele+ umntu kaTHIXO oyinyaniso isonka sentlahlela,+ amashumi amabini ezonka zerhasi,+ nokhozo olutsha engxoweni yayo. Yandula ke yathi: “Nika abantu badle.”+
42 Kwakukho indoda eyayivela eBhahali-shalisha,+ kwaye yafika izisele+ umntu kaTHIXO oyinyaniso isonka sentlahlela,+ amashumi amabini ezonka zerhasi,+ nokhozo olutsha engxoweni yayo. Yandula ke yathi: “Nika abantu badle.”+