IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INtshumayeli 9:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba umntu+ akalazi ixesha lakhe.+ Kanye njengeentlanzi ezibanjiswa ngomnatha ombi,+ neentaka ezibanjiswa ngesibatha,+ banjalo ukurhintyelwa kwabo oonyana babantu ngexesha lentlekele,+ xa libawela ngequbuliso.+

  • Hoseya 7:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Nayiphi na indlela abayihambayo, ndiya kuwaneka phezu kwabo umnatha wam.+ Njengezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini ndiya kubahlisa.+ Ndiya kubaqeqesha ngokuvumelana nengxelo yendibano yabo.+

  • Habhakuki 1:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngaba kungenxa yoko eya kuwuqongqotha umnatha wakhe, yaye ngaba umele azibulale rhoqo iintlanga, ngoxa engabonisi imfesane?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share