2 Kumkani 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko ukumkani wakwaSirayeli wathumela kwindawo eyayitshiwo ngumntu kaTHIXO oyinyaniso kuye.+ Yaye wamlumkisa,+ waza wazilondoloza apho, akwabi kanye okanye kabini. Hebhere 11:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngokholo uNowa,+ emva kokunikwa isilumkiso sobuthixo sezinto ezingekabonwa,+ wabonisa uloyiko lobuthixo waza wakha umkhombe+ wokusindisa indlu yakhe; yaye ngalo olo kholo waligwebela isohlwayo ihlabathi,+ waza waba yindlalifa yobulungisa+ bokholo.
10 Ngoko ukumkani wakwaSirayeli wathumela kwindawo eyayitshiwo ngumntu kaTHIXO oyinyaniso kuye.+ Yaye wamlumkisa,+ waza wazilondoloza apho, akwabi kanye okanye kabini.
7 Ngokholo uNowa,+ emva kokunikwa isilumkiso sobuthixo sezinto ezingekabonwa,+ wabonisa uloyiko lobuthixo waza wakha umkhombe+ wokusindisa indlu yakhe; yaye ngalo olo kholo waligwebela isohlwayo ihlabathi,+ waza waba yindlalifa yobulungisa+ bokholo.