IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 34:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 UYehova unekrele; limele lizaliswe ligazi;+ limele lityetyiswe ngamanqatha,+ ngegazi lamatakane eegusha aziinkunzi neenkunzi zeebhokhwe, ngamanqatha ezintso zeenkunzi zeegusha. Kuba uYehova unombingelelo eBhotsera, nokuxhela okukhulu kwilizwe lakwaEdom.+

  • Yeremiya 51:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 “Ndiya kubahlisa njengeenkunzi zezimvu zisiya ekuxhelweni, njengeenkunzi zeegusha kunye neenkunzi zeebhokhwe.”+

  • Zekariya 10:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Umsindo wam uvuthile kubalusi,+ neenkokeli ezinjengeebhokhwe+ ndiya kuziphendulisa;+ kuba uYehova wemikhosi uphethulele ingqalelo yakhe emhlambini wakhe,+ kwindlu kaYuda, ubenze banjengehashe+ lakhe lesidima edabini.

  • Mateyu 25:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Uya kuzibeka izimvu ngasekunene+ kwakhe, kodwa zona iibhokhwe ngasekhohlo kwakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share