-
Hezekile 34:10INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
10 Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Yabona, ndinxamnye naba balusi,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuzibiza esandleni sabo izimvu zam ndize ndibayekise ukondla izimvu zam,+ nabalusi abasiyi kuba sazondla bona;+ yaye ndiya kuzihlangula izimvu zam emlonyeni wabo, zingabi saba kukudla kwabo.’”+
-