IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 56:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 kanjalo ndiza kubazisa entabeni yam engcwele+ ndize ndibenze babe nemihlali endlwini yam yomthandazo.+ Umnikelo wabo otshiswa kuphele+ nemibingelelo yabo+ iya kuba yeyokwamkelwa esibingelelweni sam.+ Kuba yona kanye indlu yam iya kubizwa nangokuba yindlu yomthandazo yazo zonke izizwana.”+

  • Hezekile 20:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 “‘Kuba entabeni yam engcwele, entabeni ephakamileyo yakwaSirayeli,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘kulapho bona, iyonke indlu kaSirayeli ngokupheleleyo, baya kundikhonza, elizweni.+ Apho ndiya kukholiswa ngabo, yaye apho ndiya kuyifuna iminikelo yenu nentlahlela yeminikelo yenu kwizinto zenu zonke ezingcwele.+

  • Mika 4:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuya kuthi ke ekupheleni kwemihla+ intaba+ yendlu+ kaYehova imiselwe ngokuqinileyo encotsheni yeentaba, yaye ngokuqinisekileyo iya kuphakanyiswa ngaphezu kweenduli;+ kwaye zonke izizwana zimele zibe ngumsinga ukuya kuyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share