IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 32:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Waza uYakobi wathumela abathunywa+ ngaphambi kwakhe kuEsawu umntakwabo ezweni laseSehire,+ emhlabeni wakwaEdom,+

  • Duteronomi 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Nize ningabambani nabo, kuba ezweni labo andiyi kuninika nendawo engangobubanzi bentende yonyawo; ngokuba iNtaba iSehire ndiyinike uEsawu ukuba ayime.+

  • Hezekile 25:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba uMowabhi+ noSehire+ bethe: “Khangela! Indlu kaYuda injengazo zonke ezinye iintlanga,”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share