Isaya 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nasi isibhengezo nxamnye noMowabhi:+ Ngenxa yokuba iphangiwe ngobusuku, iAri+ yakwaMowabhi ithulisiwe. Ngenxa yokuba iphangiwe ngobusuku, iKire+ yakwaMowabhi ithulisiwe. Yeremiya 48:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 NgoMowabhi+ utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi:+ “Yeha iNebho,+ kuba iphangiwe! IKiriyatayim+ ihlazisiwe, ithinjiwe. Indawo ephakamileyo enqabisekileyo ihlazisiwe yaye inkwantyisiwe.+ Amosi 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Utsho uYehova ukuthi, ‘“Ngenxa yokuvukela kathathu kukaMowabhi,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokutshisa kwakhe amathambo okumkani wakwaEdom aba yikalika.+
15 Nasi isibhengezo nxamnye noMowabhi:+ Ngenxa yokuba iphangiwe ngobusuku, iAri+ yakwaMowabhi ithulisiwe. Ngenxa yokuba iphangiwe ngobusuku, iKire+ yakwaMowabhi ithulisiwe.
48 NgoMowabhi+ utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi:+ “Yeha iNebho,+ kuba iphangiwe! IKiriyatayim+ ihlazisiwe, ithinjiwe. Indawo ephakamileyo enqabisekileyo ihlazisiwe yaye inkwantyisiwe.+
2 “Utsho uYehova ukuthi, ‘“Ngenxa yokuvukela kathathu kukaMowabhi,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokutshisa kwakhe amathambo okumkani wakwaEdom aba yikalika.+