IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 17:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ogculela osweleyo ungcikiva uMenzi wakhe.+ Ovuyela intlekele eyehlela omnye akayi kukhululeka esohlwayweni.+

  • IZililo 4:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Khawugcobe uze ube nemihlali,+ ntombi yakwaEdom,+ njengoko uhleli kwilizwe lakwaUtse.+

      Indebe iya kudlulela nakuwe.+ Uya kunxila uhambe ze.+

  • Obhadiya 12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Ubungafanelanga ubukele ngemini yomzalwana wakho,+ ngemini yelishwa lakhe; yaye ubungafanelanga ube nemihlali ngoonyana bakaYuda ngemini yokutshabalala kwabo;+ kwaye ubungafanelanga ube nomlomo omkhulu ngemini yokubandezeleka kwabo.

  • Obhadiya 15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kuba imini kaYehova nxamnye nazo zonke iintlanga ikufuphi.+ Ngendlela owenze ngayo, kuya kwenziwa ngayo nakuwe.+ Uhlobo lwempatho yakho luya kubuyela phezu kwentloko yakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share