Yeremiya 49:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Ngabo oonyana baka-Amoni+ utsho uYehova ukuthi: “USirayeli akanabo na oonyana, okanye akanayo na indlalifa? Kutheni na ukuze uMalekam+ amdle ilifa uGadi,+ nabantu bakhe bahlale kwizixeko zakwaSirayeli?”+ Hezekile 35:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Ngenxa yokuba nisithi, ‘Ezi ntlanga zimbini nala mazwe mabini—aya kuba ngawam, yaye ngokuqinisekileyo siya kulithabatha njengelifa ilizwe ngalinye,’+ ngoxa uYehova ngokwakhe elapho kanye,+
49 Ngabo oonyana baka-Amoni+ utsho uYehova ukuthi: “USirayeli akanabo na oonyana, okanye akanayo na indlalifa? Kutheni na ukuze uMalekam+ amdle ilifa uGadi,+ nabantu bakhe bahlale kwizixeko zakwaSirayeli?”+
10 “Ngenxa yokuba nisithi, ‘Ezi ntlanga zimbini nala mazwe mabini—aya kuba ngawam, yaye ngokuqinisekileyo siya kulithabatha njengelifa ilizwe ngalinye,’+ ngoxa uYehova ngokwakhe elapho kanye,+