IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 54:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Musa ukoyika,+ kuba akuyi kuhlaziswa;+ yaye musa ukuziva uthotyiwe, kuba akuyi kudaniswa.+ Kuba uya kulilibala kwanehlazo lexesha lobutsha bakho,+ nongcikivo lobuhlolokazi bakho akuyi kuba salukhumbula.”

  • Isaya 60:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Oonyana babo bakuxhwalekisayo bamele baye kuwe, baqubude;+ nabo bonke abo bakuphatha ngokungenantlonelo bamele bagobe phantsi ezintendeni zeenyawo zakho,+ yaye kuya kufuneka bakubize ngokuba usisixeko sikaYehova, iZiyon+ yaLowo Ungcwele kaSirayeli.

  • Hezekile 34:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 “‘“Ndiza kuzivelisela ukutyalwa kwegama,+ yaye azisayi kususwa yindlala elizweni,+ kwaye azisayi kuthwala ukuthotywa ziintlanga.+

  • Mika 7:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Musa ukuba nemihlali ngam, mfazindini olutshaba lwam.+ Nangona ndiwile, ngokuqinisekileyo ndiya kuvuka;+ nangona ndihlala ebumnyameni,+ uYehova uya kuba kukukhanya kwam.+

  • Zefaniya 3:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Yabona, ndenza okuthile nxamnye nabo bakuxhwalekisayo, ngelo xesha;+ yaye ndiza kumsindisa ojingxelayo,+ nalowo usasazekileyo ndiya kumqokelela ndawonye.+ Kwaye ndiza kubamisa njengendumiso nanjengegama kuwo onke amazwe abahlaziswa kuwo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share