IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 4:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Xa uYehova aya kube eligutyule ilindle leentombi zaseZiyon+ kwaye eluyalazile+ kwanophalazo-gazi+ lweYerusalem ngaphakathi kwayo ngomoya wokugweba nangomoya wokutshisa,+

  • Yeremiya 33:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ndiza kubasulungekisa kuso sonke isiphoso sabo abandone ngaso,+ ndizixolele zonke iziphoso zabo abandone ngazo nabaye banxaxha ngazo kum.+

  • 1 Korinte 6:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kanti abanye kuni babenjalo kanye.+ Kodwa niye nahlanjwa nahlambuluka,+ niye nangcwaliswa,+ niye navakaliswa ningamalungisa+ egameni leNkosi yethu uYesu Kristu+ nangomoya kaThixo wethu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share