Hezekile 22:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwaye ndiza kukuchithachitha phakathi kweentlanga ndize ndikusasaze phakathi kwamazwe,+ yaye ndiza kukutshabalalisa ukungahlambuluki kwakho kuwe.+ Hezekile 36:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ndiza kunifefa ngamanzi ahlambulukileyo, nihlambuluke;+ ekungcoleni+ kwenu konke nakwizithixo zenu ezinezothe zonke ndiya kunihlambulula.+
15 Kwaye ndiza kukuchithachitha phakathi kweentlanga ndize ndikusasaze phakathi kwamazwe,+ yaye ndiza kukutshabalalisa ukungahlambuluki kwakho kuwe.+
25 Ndiza kunifefa ngamanzi ahlambulukileyo, nihlambuluke;+ ekungcoleni+ kwenu konke nakwizithixo zenu ezinezothe zonke ndiya kunihlambulula.+