Luka 15:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko unyana wathi kuye, ‘Bawo, ndonile kulo izulu nakuwe.+ Andisafanele kubizwa ngokuba ndingunyana wakho. Ndenze ndibe njengomnye wabaqeshwa bakho.’+ ISityhilelo 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba izono zayo ziye zafumba zada zafikelela ezulwini,+ noThixo uye wazikhumbula izenzo zayo zokungekho sikweni.+
21 Ngoko unyana wathi kuye, ‘Bawo, ndonile kulo izulu nakuwe.+ Andisafanele kubizwa ngokuba ndingunyana wakho. Ndenze ndibe njengomnye wabaqeshwa bakho.’+
5 Kuba izono zayo ziye zafumba zada zafikelela ezulwini,+ noThixo uye wazikhumbula izenzo zayo zokungekho sikweni.+