IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 9:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kuba baye bamkela ezinye zeentombi zazo bona noonyana babo;+ yaye, imbewu engcwele,+ ixubene+ nezizwana zamazwe, isandla seenkosana namasekela-baphathi ibe sesona siphambili+ koku kungathembeki.”

  • Daniyeli 9:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Wena, Yehova, unobulungisa, kodwa thina sigutyungelwe lihlazo ngayo le mini,+ thina namadoda akwaYuda, nabemi baseYerusalem, nabo bonke abakwaSirayeli, abo bakufuphi nabo bakude kuwo onke amazwe obasasazele kuwo ngenxa yokungathembeki kwabo abenze ngako nxamnye nawe.+

  • INdumiso 38:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Kuba iziphoso zam zidlule phezu kwentloko yam;+

      Njengomthwalo onzima zinzima kakhulu kum.+

  • INdumiso 106:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Sonile kanye ngokufana nookhokho bethu;+

      Senze ububi; senze ngokungendawo.+

  • Isaya 1:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “Yizani, ke, silungelelanise imicimbi phakathi kwethu,” utsho uYehova.+ “Nangona izono zenu zingqombela, ziya kwenziwa mhlophe njengekhephu;+ nangona zibomvu njengelaphu elibomvu ngokungqombela, ziya kuba njengoboya.

  • Isaya 59:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba iye yaba ninzi imvukelo yethu phambi kwakho;+ ke zona izono zethu, ngasinye siyangqina nxamnye nathi.+ Kuba imvukelo yethu ikuthi; yaye ke zona iziphoso zethu, sizazi kakuhle.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share