61 Kwaye ngokuqinisekileyo uya kuzikhumbula iindlela zakho+ uze uzive uthotyiwe xa usamkela oodade wenu, abakhulu kunawe kwakunye nabancinane kunawe, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukunika bona njengeentombi,+ kodwa kungekhona ngenxa yomnqophiso wakho.’+