Duteronomi 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+ Isaya 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwaye ngokuqinisekileyo uya kuziphakamisela umqondiso iintlanga aze ahlanganise abasasazekileyo bakwaSirayeli;+ nabachithachithekileyo bakwaYuda uya kubaqokelela ndawonye kwiziphelo ezine zomhlaba.+ Yeremiya 16:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kodwa kuthiwe: “Ephila nje uYehova owabanyusayo oonyana bakaSirayeli kwilizwe lasemntla nasemazweni onke awayebasasazele kuwo!” kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kubabuyisela emhlabeni wabo, endawunika ookhokho babo.’+ Yeremiya 23:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Mna ndiya kuqokelela ndawonye intsalela yezimvu zam emazweni onke endandizisasazele kuwo,+ ndizibuyisele edlelweni lazo,+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kuqhama zande.+ Amosi 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+
3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+
12 Kwaye ngokuqinisekileyo uya kuziphakamisela umqondiso iintlanga aze ahlanganise abasasazekileyo bakwaSirayeli;+ nabachithachithekileyo bakwaYuda uya kubaqokelela ndawonye kwiziphelo ezine zomhlaba.+
15 kodwa kuthiwe: “Ephila nje uYehova owabanyusayo oonyana bakaSirayeli kwilizwe lasemntla nasemazweni onke awayebasasazele kuwo!” kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kubabuyisela emhlabeni wabo, endawunika ookhokho babo.’+
3 “Mna ndiya kuqokelela ndawonye intsalela yezimvu zam emazweni onke endandizisasazele kuwo,+ ndizibuyisele edlelweni lazo,+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kuqhama zande.+
14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+