IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 147:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 UYehova wakha iYerusalem;+

      Abasasazekileyo bakaSirayeli ubabuthela ndawonye.+

  • Isaya 66:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Okunene ziya kubazisa bonke abantakwenu bephuma kuzo zonke iintlanga+ njengesipho kuYehova,+ ngamahashe nangeenqwelo nangeenqwelo ezinezigqubuthelo nangeemeyile nangeemazi zeenkamela+ ezinamendu, entabeni yam engcwele,+ eYerusalem,” utsho uYehova, “kanye njengaxa oonyana bakaSirayeli besizisa isipho ngesitya esihlambulukileyo endlwini kaYehova.”+

  • Obhadiya 20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngokuphathelele abathinjwa abakolu ngqameko,+ oko bekukokwamaKanan+ kuya kuba kokoonyana bakaSirayeli ukuya kufikelela eTsarefathi.+ Yaye abathinjwa baseYerusalem, ababeseSefaradi, baya kuzidla ilifa izixeko zaseNegebhi.+

  • Zekariya 2:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Wa, Ziyon!+ Baleka, wena uhlala nentombi yaseBhabhiloni.+

  • Mateyu 24:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Yaye uya kuthumela iingelosi zakhe zinesandi esikhulu sexilongo,+ zihlanganisele ndawonye abo banyuliweyo+ bakhe bevela koomoya abane,+ ukusuka kwesinye isiphelo samazulu ukusa kwesinye isiphelo sawo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share