Yeremiya 23:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Khangela! Kuza imihla,” utsho uYehova, “endiya kuthi ngayo ndimvelisele ihlumelo lobulungisa uDavide.+ Ngokuqinisekileyo ke loo kumkani uya kulawula+ aze enze ngengqiqo, aphumeze okusesikweni nobulungisa elizweni.+ Yeremiya 30:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngokuqinisekileyo baya kumkhonza uYehova uThixo wabo noDavide ukumkani wabo,+ lowo ndiya kubavelisela yena.”+ Hoseya 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Emva koko oonyana bakaSirayeli baya kubuya baze ngokuqinisekileyo bamfune uYehova uThixo wabo,+ noDavide ukumkani wabo;+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuza begubha kuYehova+ nasekulungeni kwakhe ekupheleni kwemihla.+ Luka 1:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Yena uya kuba mkhulu,+ abizwe ngokuba nguNyana wOyena Uphakamileyo;+ yaye uYehova uThixo uya kumnika itrone+ kaDavide uyise,+
5 “Khangela! Kuza imihla,” utsho uYehova, “endiya kuthi ngayo ndimvelisele ihlumelo lobulungisa uDavide.+ Ngokuqinisekileyo ke loo kumkani uya kulawula+ aze enze ngengqiqo, aphumeze okusesikweni nobulungisa elizweni.+
9 Ngokuqinisekileyo baya kumkhonza uYehova uThixo wabo noDavide ukumkani wabo,+ lowo ndiya kubavelisela yena.”+
5 Emva koko oonyana bakaSirayeli baya kubuya baze ngokuqinisekileyo bamfune uYehova uThixo wabo,+ noDavide ukumkani wabo;+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuza begubha kuYehova+ nasekulungeni kwakhe ekupheleni kwemihla.+
32 Yena uya kuba mkhulu,+ abizwe ngokuba nguNyana wOyena Uphakamileyo;+ yaye uYehova uThixo uya kumnika itrone+ kaDavide uyise,+