Hezekile 37:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “‘“Nomkhonzi wam uDavide uya kuba ngukumkani phezu kwabo,+ yaye bonke baya kuba nomalusi omnye;+ baya kuhamba ngezigwebo zam,+ nemimiselo yam baya kuyigcina,+ kwaye ngokuqinisekileyo baya kuyenza.+ Luka 1:69 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 69 Kwaye uye waluphakamisa uphondo+ losindiso lwethu kwindlu kaDavide umkhonzi wakhe, IZenzo 2:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngoko ke, ngenxa yokuba wayengumprofeti yaye esazi ukuba uThixo wayemfungele ngesifungo ukuba wayeya kuhlalisa etroneni yakhe+ lowo wayevela kwisiqhamo sesinqe sakhe, IZenzo 13:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kwinzala+ yalo mntu ngokuvumelana nesithembiso sakhe uThixo uzisele uSirayeli umsindisi,+ uYesu,
24 “‘“Nomkhonzi wam uDavide uya kuba ngukumkani phezu kwabo,+ yaye bonke baya kuba nomalusi omnye;+ baya kuhamba ngezigwebo zam,+ nemimiselo yam baya kuyigcina,+ kwaye ngokuqinisekileyo baya kuyenza.+
30 Ngoko ke, ngenxa yokuba wayengumprofeti yaye esazi ukuba uThixo wayemfungele ngesifungo ukuba wayeya kuhlalisa etroneni yakhe+ lowo wayevela kwisiqhamo sesinqe sakhe,