Yeremiya 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba, “khangela! kuza imihla,” utsho uYehova, “endiya kuthi ngayo ndibahlanganise abathinjiweyo babantu bam, uSirayeli noYuda,”+ utsho uYehova, “ndibabuyisele kwilizwe endalinika ookhokho babo, baze ngokuqinisekileyo balidle ilifa kwakhona.”’”+ Hezekile 28:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ekuyiqokeleleni kwam ndawonye indlu kaSirayeli kuzo zonke izizwana echithachithwe kuzo,+ ndiza kungcwaliswa phakathi kwayo emehlweni eentlanga.+ Yaye ngokuqinisekileyo iya kuhlala emhlabeni wayo+ endawunika umkhonzi wam, uYakobi.+
3 Kuba, “khangela! kuza imihla,” utsho uYehova, “endiya kuthi ngayo ndibahlanganise abathinjiweyo babantu bam, uSirayeli noYuda,”+ utsho uYehova, “ndibabuyisele kwilizwe endalinika ookhokho babo, baze ngokuqinisekileyo balidle ilifa kwakhona.”’”+
25 “‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ekuyiqokeleleni kwam ndawonye indlu kaSirayeli kuzo zonke izizwana echithachithwe kuzo,+ ndiza kungcwaliswa phakathi kwayo emehlweni eentlanga.+ Yaye ngokuqinisekileyo iya kuhlala emhlabeni wayo+ endawunika umkhonzi wam, uYakobi.+