Yeremiya 23:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kodwa baya kuthi, ‘UYehova uyaphila lowo wayinyusayo waza wayizisa inzala yendlu kaSirayeli ivela kulo ilizwe lasemntla nakuwo onke amazwe endandibasasazele kuwo,’ kwaye ngokuqinisekileyo baya kuhlala emhlabeni wabo.”+ Hezekile 36:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yaye ngokuqinisekileyo niya kuhlala elizweni endalinika ookhokho benu,+ nibe ngabantu bam, nam ndibe nguThixo wenu.’+
8 kodwa baya kuthi, ‘UYehova uyaphila lowo wayinyusayo waza wayizisa inzala yendlu kaSirayeli ivela kulo ilizwe lasemntla nakuwo onke amazwe endandibasasazele kuwo,’ kwaye ngokuqinisekileyo baya kuhlala emhlabeni wabo.”+
28 Yaye ngokuqinisekileyo niya kuhlala elizweni endalinika ookhokho benu,+ nibe ngabantu bam, nam ndibe nguThixo wenu.’+