Duteronomi 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+ INdumiso 53:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Owu akwaba usindiso oluzukileyo lukaSirayeli beluseZiyon!+Ekubuyiseni kukaYehova abantu bakhe abathinjiweyo.+Makavuye uYakobi, abe nemihlali uSirayeli.+ Yeremiya 27:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 ‘“Ziya kusiwa+ eBhabhiloni, ziqhubeke zilapho de kube yimini yokuphethulela kwam ingqalelo yam kuzo,”+ utsho uYehova. “Kwaye ndiza kuzinyusa ndizibuyisele kule ndawo.”’”+ Yeremiya 29:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndiya kuzenza ndifumaneke kuni,’+ utsho uYehova. ‘Kwaye ndiya kulihlanganisa iqela labathinjwa ndize ndiniqokelele ndawonye kuzo zonke iintlanga nakuzo zonke iindawo endinisasazele kuzo,’+ utsho uYehova. ‘Yaye ndiya kunibuyisela kule ndawo nivela apho ndanibangela naya khona ekuthinjweni.’+ Hezekile 39:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ke kaloku ngoku ndiya kubabuyisela abathinjiweyo bakaYakobi+ ndize okunene ndibe nenceba phezu kwendlu kaSirayeli;+ yaye ndiya kubonisa uzinikelo olupheleleyo ngegama lam elingcwele.+ Yoweli 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Kuba, khangelani! ngaloo mihla nangelo xesha,+ xa ndibuyisa abathinjiweyo bakwaYuda neYerusalem,+ Amosi 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+
3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+
6 Owu akwaba usindiso oluzukileyo lukaSirayeli beluseZiyon!+Ekubuyiseni kukaYehova abantu bakhe abathinjiweyo.+Makavuye uYakobi, abe nemihlali uSirayeli.+
22 ‘“Ziya kusiwa+ eBhabhiloni, ziqhubeke zilapho de kube yimini yokuphethulela kwam ingqalelo yam kuzo,”+ utsho uYehova. “Kwaye ndiza kuzinyusa ndizibuyisele kule ndawo.”’”+
14 Ndiya kuzenza ndifumaneke kuni,’+ utsho uYehova. ‘Kwaye ndiya kulihlanganisa iqela labathinjwa ndize ndiniqokelele ndawonye kuzo zonke iintlanga nakuzo zonke iindawo endinisasazele kuzo,’+ utsho uYehova. ‘Yaye ndiya kunibuyisela kule ndawo nivela apho ndanibangela naya khona ekuthinjweni.’+
25 “Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ke kaloku ngoku ndiya kubabuyisela abathinjiweyo bakaYakobi+ ndize okunene ndibe nenceba phezu kwendlu kaSirayeli;+ yaye ndiya kubonisa uzinikelo olupheleleyo ngegama lam elingcwele.+
14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+