Isaya 55:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Thobani indlebe yenu,+ nize kum.+ Phulaphulani, yaye umphefumlo wenu uya kuhlala uphila,+ kwaye ndiya kukulungela ukwenza umnqophiso+ nani ohlala ngokungenammiselo ngokuphathelele ububele bothando obuthembekileyo bukaDavide.+ Yeremiya 32:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Ndiza kwenza nabo umnqophiso ohlala ngokungenammiselo,+ ukuba ndingabuyi umva emva kwabo, ukuze ndibenzele okulungileyo;+ nokundoyika ndiya kukufaka entliziyweni yabo ukuze bangesuki kum.+
3 Thobani indlebe yenu,+ nize kum.+ Phulaphulani, yaye umphefumlo wenu uya kuhlala uphila,+ kwaye ndiya kukulungela ukwenza umnqophiso+ nani ohlala ngokungenammiselo ngokuphathelele ububele bothando obuthembekileyo bukaDavide.+
40 Ndiza kwenza nabo umnqophiso ohlala ngokungenammiselo,+ ukuba ndingabuyi umva emva kwabo, ukuze ndibenzele okulungileyo;+ nokundoyika ndiya kukufaka entliziyweni yabo ukuze bangesuki kum.+