Yeremiya 30:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngokuqinisekileyo kuya kuphuma kubo umbulelo, nesandi sabo bahlekayo.+ Kwaye ndiza kubandisa, yaye abayi kuba mbalwa;+ ndiza kubandisa ngenani, baze bangadelwa.+ Zekariya 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Iindawo zembutho zesixeko ziya kuzaliswa ngamakhwenkwe namantombazana edlala kwiindawo zembutho zaso.’”+ Hebhere 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 esithi: “Ngokuqinisekileyo ndiya kukusikelela ngayo intsikelelo, yaye ndiya kukwandisa ngokuphindaphindiweyo.”+
19 Ngokuqinisekileyo kuya kuphuma kubo umbulelo, nesandi sabo bahlekayo.+ Kwaye ndiza kubandisa, yaye abayi kuba mbalwa;+ ndiza kubandisa ngenani, baze bangadelwa.+
5 Iindawo zembutho zesixeko ziya kuzaliswa ngamakhwenkwe namantombazana edlala kwiindawo zembutho zaso.’”+
14 esithi: “Ngokuqinisekileyo ndiya kukusikelela ngayo intsikelelo, yaye ndiya kukwandisa ngokuphindaphindiweyo.”+