Yoweli 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ndiza kuqokelela ndawonye zonke iintlanga+ ndize ndizihlisele entilini yakwaYehoshafati;+ kwaye ndiza kuzigweba ngenxa yabantu bam nelifa lam uSirayeli,+ ezithe zalichithachitha phakathi kweentlanga; zahlulelana ngelizwe lam.+
2 ndiza kuqokelela ndawonye zonke iintlanga+ ndize ndizihlisele entilini yakwaYehoshafati;+ kwaye ndiza kuzigweba ngenxa yabantu bam nelifa lam uSirayeli,+ ezithe zalichithachitha phakathi kweentlanga; zahlulelana ngelizwe lam.+