Yeremiya 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Utsho uYehova nxamnye nabo bonke abamelwane bam+ abanobubi abachukumisa ilifa endalinika abantu bam amaSirayeli ukuba balidle, ukuthi:+ “Yabona, ndiyabancothula emhlabeni wabo;+ nendlu kaYuda ndiya kuyincothula phakathi kwabo.+ Hezekile 35:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Ngenxa yokuba nisithi, ‘Ezi ntlanga zimbini nala mazwe mabini—aya kuba ngawam, yaye ngokuqinisekileyo siya kulithabatha njengelifa ilizwe ngalinye,’+ ngoxa uYehova ngokwakhe elapho kanye,+ Zefaniya 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Ndikuvile ukungcikiva kukaMowabhi+ namazwi atshabhisayo oonyana baka-Amoni,+ abangcikive ngawo abantu bam baza bamana bezigwagwisa nxamnye nommandla wabo.
14 Utsho uYehova nxamnye nabo bonke abamelwane bam+ abanobubi abachukumisa ilifa endalinika abantu bam amaSirayeli ukuba balidle, ukuthi:+ “Yabona, ndiyabancothula emhlabeni wabo;+ nendlu kaYuda ndiya kuyincothula phakathi kwabo.+
10 “Ngenxa yokuba nisithi, ‘Ezi ntlanga zimbini nala mazwe mabini—aya kuba ngawam, yaye ngokuqinisekileyo siya kulithabatha njengelifa ilizwe ngalinye,’+ ngoxa uYehova ngokwakhe elapho kanye,+
8 “Ndikuvile ukungcikiva kukaMowabhi+ namazwi atshabhisayo oonyana baka-Amoni,+ abangcikive ngawo abantu bam baza bamana bezigwagwisa nxamnye nommandla wabo.