Yeremiya 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba, “khangela! kuza imihla,” utsho uYehova, “endiya kuthi ngayo ndibahlanganise abathinjiweyo babantu bam, uSirayeli noYuda,”+ utsho uYehova, “ndibabuyisele kwilizwe endalinika ookhokho babo, baze ngokuqinisekileyo balidle ilifa kwakhona.”’”+ Hezekile 34:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye ndiya kuzikhupha kwizizwana ndiziqokelele ndawonye+ zivela emazweni ndize ndizizise emhlabeni+ wazo, ndizondle ezintabeni zakwaSirayeli, ngasemisingeni nangakuzo zonke iindawo zokuhlala zelizwe.+
3 Kuba, “khangela! kuza imihla,” utsho uYehova, “endiya kuthi ngayo ndibahlanganise abathinjiweyo babantu bam, uSirayeli noYuda,”+ utsho uYehova, “ndibabuyisele kwilizwe endalinika ookhokho babo, baze ngokuqinisekileyo balidle ilifa kwakhona.”’”+
13 Yaye ndiya kuzikhupha kwizizwana ndiziqokelele ndawonye+ zivela emazweni ndize ndizizise emhlabeni+ wazo, ndizondle ezintabeni zakwaSirayeli, ngasemisingeni nangakuzo zonke iindawo zokuhlala zelizwe.+