INdumiso 106:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Sisindise, Yehova Thixo wethu,+Uze usiqokelele ndawonye ezintlangeni+Ukuze sibulele igama lakho elingcwele,+Sithethe ngemigcobo indumiso yakho.+ Isaya 65:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndiza kuvelisa inzala+ kuYakobi nakuYuda indlalifa enyuliweyo yeentaba zam;+ yaye abanyuliweyo bam baya kudla ilifa,+ nabakhonzi bam baya kuhlala apho.+ Yeremiya 23:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Mna ndiya kuqokelela ndawonye intsalela yezimvu zam emazweni onke endandizisasazele kuwo,+ ndizibuyisele edlelweni lazo,+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kuqhama zande.+ Yeremiya 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba, “khangela! kuza imihla,” utsho uYehova, “endiya kuthi ngayo ndibahlanganise abathinjiweyo babantu bam, uSirayeli noYuda,”+ utsho uYehova, “ndibabuyisele kwilizwe endalinika ookhokho babo, baze ngokuqinisekileyo balidle ilifa kwakhona.”’”+ Hezekile 11:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Ngoko ke yithi, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ndiza kuniqokelela kwezo zizwana ndize ndinihlanganise emazweni enichithachitheke phakathi kwawo, yaye ndiza kuninika umhlaba wakwaSirayeli.+ Hezekile 28:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ekuyiqokeleleni kwam ndawonye indlu kaSirayeli kuzo zonke izizwana echithachithwe kuzo,+ ndiza kungcwaliswa phakathi kwayo emehlweni eentlanga.+ Yaye ngokuqinisekileyo iya kuhlala emhlabeni wayo+ endawunika umkhonzi wam, uYakobi.+ Amosi 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+
47 Sisindise, Yehova Thixo wethu,+Uze usiqokelele ndawonye ezintlangeni+Ukuze sibulele igama lakho elingcwele,+Sithethe ngemigcobo indumiso yakho.+
9 Ndiza kuvelisa inzala+ kuYakobi nakuYuda indlalifa enyuliweyo yeentaba zam;+ yaye abanyuliweyo bam baya kudla ilifa,+ nabakhonzi bam baya kuhlala apho.+
3 “Mna ndiya kuqokelela ndawonye intsalela yezimvu zam emazweni onke endandizisasazele kuwo,+ ndizibuyisele edlelweni lazo,+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kuqhama zande.+
3 Kuba, “khangela! kuza imihla,” utsho uYehova, “endiya kuthi ngayo ndibahlanganise abathinjiweyo babantu bam, uSirayeli noYuda,”+ utsho uYehova, “ndibabuyisele kwilizwe endalinika ookhokho babo, baze ngokuqinisekileyo balidle ilifa kwakhona.”’”+
17 “Ngoko ke yithi, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ndiza kuniqokelela kwezo zizwana ndize ndinihlanganise emazweni enichithachitheke phakathi kwawo, yaye ndiza kuninika umhlaba wakwaSirayeli.+
25 “‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ekuyiqokeleleni kwam ndawonye indlu kaSirayeli kuzo zonke izizwana echithachithwe kuzo,+ ndiza kungcwaliswa phakathi kwayo emehlweni eentlanga.+ Yaye ngokuqinisekileyo iya kuhlala emhlabeni wayo+ endawunika umkhonzi wam, uYakobi.+
14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+