Eksodus 30:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “Uze wenze isibingelelo esiyindawo yesiqhumiso;+ usenze ngomthi womnga. 1 Kumkani 7:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Kwaye uSolomon wenza zonke iimpahla zendlu kaYehova, isibingelelo+ segolide netafile+ yegolide ekwakukho kuyo isonka sokubonisa, 2 Kronike 4:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kwaye uSolomon wenza zonke iimpahla+ zendlu kaTHIXO oyinyaniso nesibingelelo segolide+ neetafile+ ekwakukho izonka zokubonisa phezu kwazo, ISityhilelo 8:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwafika enye ingelosi yaza yema esibingelelweni,+ inesitya sesiqhumiso segolide; yanikwa isiqhumiso+ esininzi ukuba isinikele kunye nemithandazo yabo bonke abo bangcwele phezu kwesibingelelo segolide esasiphambi kwetrone.
48 Kwaye uSolomon wenza zonke iimpahla zendlu kaYehova, isibingelelo+ segolide netafile+ yegolide ekwakukho kuyo isonka sokubonisa,
19 Kwaye uSolomon wenza zonke iimpahla+ zendlu kaTHIXO oyinyaniso nesibingelelo segolide+ neetafile+ ekwakukho izonka zokubonisa phezu kwazo,
3 Kwafika enye ingelosi yaza yema esibingelelweni,+ inesitya sesiqhumiso segolide; yanikwa isiqhumiso+ esininzi ukuba isinikele kunye nemithandazo yabo bonke abo bangcwele phezu kwesibingelelo segolide esasiphambi kwetrone.