2 Kumkani 24:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wandula ke wabukhupha bonke ubuncwane bendlu kaYehova nabo bonke ubuncwane bendlu kakumkani,+ waza wayaphula yonke impahla yegolide+ eyayenziwe nguSolomon ukumkani wakwaSirayeli etempileni kaYehova, kanye njengoko uYehova wayethethile. Ezra 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UKumkani uKoreshi wazizisa iimpahla zendlu kaYehova,+ ezo uNebhukadenetsare wayeze nazo eYerusalem+ waza wazibeka endlwini yothixo wakhe.+ Yeremiya 28:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwisithuba seminyaka emibini epheleleyo ndiza kuyibuyisela kule ndawo yonke impahla yendlu kaYehova leyo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni+ wayithabathayo kule ndawo ukuze ayise eBhabhiloni.’”
13 Wandula ke wabukhupha bonke ubuncwane bendlu kaYehova nabo bonke ubuncwane bendlu kakumkani,+ waza wayaphula yonke impahla yegolide+ eyayenziwe nguSolomon ukumkani wakwaSirayeli etempileni kaYehova, kanye njengoko uYehova wayethethile.
7 UKumkani uKoreshi wazizisa iimpahla zendlu kaYehova,+ ezo uNebhukadenetsare wayeze nazo eYerusalem+ waza wazibeka endlwini yothixo wakhe.+
3 Kwisithuba seminyaka emibini epheleleyo ndiza kuyibuyisela kule ndawo yonke impahla yendlu kaYehova leyo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni+ wayithabathayo kule ndawo ukuze ayise eBhabhiloni.’”