Isaya 61:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nina ke, niya kubizwa ngokuba ngababingeleli bakaYehova;+ kuya kuthiwa+ ningabalungiseleli+ bakaThixo wethu. Niya kudla ubuncwane beentlanga,+ kwaye niya kuthetha ngochulumanco nizizukise ngazo.+ Yeremiya 33:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Nababingeleli, abaLevi, abayi kunqunyukelwa ndoda phambi kwam yokunikela umnikelo otshiswa kuphele nokuqhumisela umnikelo wokudla okuziinkozo nokusoloko isenza umbingelelo.’”+ 1 Petros 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 nani ke niyakhiwa njengamatye aphilayo, ukuze nibe yindlu yokomoya+ ngenjongo yobubingeleli obungcwele, ukuba ninikele imibingelelo yokomoya+ eyamkelekileyo kuThixo ngoYesu Kristu.+
6 Nina ke, niya kubizwa ngokuba ngababingeleli bakaYehova;+ kuya kuthiwa+ ningabalungiseleli+ bakaThixo wethu. Niya kudla ubuncwane beentlanga,+ kwaye niya kuthetha ngochulumanco nizizukise ngazo.+
18 Nababingeleli, abaLevi, abayi kunqunyukelwa ndoda phambi kwam yokunikela umnikelo otshiswa kuphele nokuqhumisela umnikelo wokudla okuziinkozo nokusoloko isenza umbingelelo.’”+
5 nani ke niyakhiwa njengamatye aphilayo, ukuze nibe yindlu yokomoya+ ngenjongo yobubingeleli obungcwele, ukuba ninikele imibingelelo yokomoya+ eyamkelekileyo kuThixo ngoYesu Kristu.+