IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 10:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 ukuze kwahlulwe okungcwele kokuhlambelayo nokungahlambulukanga kokuhlambulukileyo,+

  • Hezekile 22:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ababingeleli bayo bawugonyamele umthetho wam,+ yaye bayazihlambela iindawo zam ezingcwele.+ Abenzanga mahluko+ phakathi kwento engcwele neqhelekileyo,+ naphakathi kwento engahlambulukanga nehlambulukileyo,+ kwaye bawafihlile amehlo abo+ kwiisabatha zam, yaye ndihlanjelwe phakathi kwabo.+

  • Malaki 2:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kuba imilebe yombingeleli ifanele igcine ukwazi, nomthetho bafanele bawufune emlonyeni wakhe abantu;+ kuba ungumthunywa kaYehova wemikhosi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share